Menu Close

Author: admin

Noya na

Sikuyo indlela yelizwe lobomi, Ikhaya labantu bahleli ngenyhweba; Nina ke nahluka kuThixo ngokona, Nithini? Noya na? Noya na phezulu? Ndohamba; ndohamba; ndohamba; ndohamba. Ewe ke,…

Thixo owaseBhetele

Thixo owaseBhetele, Osikhokeleyo; Othe wena kule ntlango Wakhokel’ oobawo! Izitarhuziso zethu, Ziy’ etronen akho. Sisikelele ke thina Nabantwana bethu. Kule ndlela yobumnyama Esikhohlisayo, Sikhanyisele, sikwazi…