Ndiyazoluleka kuwe Izandla zam, Bawo. Onokundiceda nguwe; Adingenyi ndawo. Impinda: Ndiyakholwa, ndiyakholwa; Ndafelwa nguYesu! Ndobulela, ndobulela, Ndokhonza uYesu! Wena Thixo, wandichonga Kungengakwenza kwam Kungoko ndize…