Ndakuwubon’ umnqamlezo, Ekwaxhonyw’ eyam iNkosi; Ndoncama yonk’ inzuzo yam, Ndilindele nekratshi lam. Mandingaqhayisi, Nkosi, Kungengawo umnqamlezo. Yonke imihlal’ ekhoyo, Nduyincama ngenxa yakho. Khawubone lowo mzimba,…